[Chorus]
Ngeliny’ ilanga nam ndizoybon’ indlela
Ngeliny’ilanga nam ndizophumelela

Oh kunzim’ emhlabeni
Abantu bahlekisa ngawe
Kodwa qina, hay’ ungalahl’ ithemba
Unyamezela zizinto zakhona
Nyamezela konke kolunga
Kodwa qina, hay’ ungalahl’ ithemba

[Chorus]

Kudala ndihamba ndisihla ndinyuka
Ndicand’ amathafa, kunzima
Kudala ndihamba, ndisiwa ndivuka
Andiyibonaga indlela

[Repeat]
Mdikhanyisele indlela ndifun’ ukuphumelela
Ndiboniseni indlela

[Chorus]

(Visited 1,467 times, 1 visits today)

0 Comments

Leave a Comment